2 Kumkani 16:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngaphezu koko, uKumkani uAhazi wawaphula+ amacala+ eenqwelwana+ waza wazishenxisa kuzo izitya;+ yaye walothula ulwandle+ kwiinkunzi zeenkomo zobhedu+ ezaziphantsi kwalo waza walubeka endleleni egangathiweyo.
17 Ngaphezu koko, uKumkani uAhazi wawaphula+ amacala+ eenqwelwana+ waza wazishenxisa kuzo izitya;+ yaye walothula ulwandle+ kwiinkunzi zeenkomo zobhedu+ ezaziphantsi kwalo waza walubeka endleleni egangathiweyo.