2 Kronike 33:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Waqhubeka esakhela wonke umkhosi wamazulu+ izibingelelo kwiintendelezo ezimbini+ zendlu kaYehova.+ Yeremiya 2:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Kodwa baphi na oothixo bakho ozenzele bona?+ Mabasukume ukuba banako ukukusindisa ngexesha lentlekele yakho.+ Kuba oothixo bakho bangangenani lezixeko zakho, Yuda.+
28 “Kodwa baphi na oothixo bakho ozenzele bona?+ Mabasukume ukuba banako ukukusindisa ngexesha lentlekele yakho.+ Kuba oothixo bakho bangangenani lezixeko zakho, Yuda.+