ABagwebi 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Hambani niye kumemeza nicele uncedo koothixo+ enibakhethileyo.+ Mayibe ngabo abanisindisayo ngexesha lokubandezeleka kwenu.” Isaya 46:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+
14 Hambani niye kumemeza nicele uncedo koothixo+ enibakhethileyo.+ Mayibe ngabo abanisindisayo ngexesha lokubandezeleka kwenu.”
7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+