IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “‘Ukuba umbingeleli, umthanjiswa,+ uthe wona+ waza wabazisela ityala abantu, ngoko umele asondeze kuYehova ngenxa yesono sakhe+ asenzileyo ithole lenkomo eliyinkunzi eliphilileyo libe ngumnikelo wesono.

  • Levitikus 4:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 saziwa isono esenzileyo,+ ngoko ibandla limele lisondeze ithole lenkomo eliyinkunzi libe ngumnikelo wesono lize lilizise phambi kwentente yokuhlangana.

  • Numeri 15:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “‘Ukuba ke nithe nenza impazamo naza anayenza yonke le miyalelo,+ ayithethileyo uYehova kuMoses,

  • Numeri 15:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 kothi ukuba ithe impazamo leyo yenziweyo ayabonakala emehlweni endibano, indibano iphela inikele ithole lenkomo eliyinkunzi libe linye njengomnikelo otshiswayo olivumba elithozamisayo kuYehova, ndawonye nomnikelo walo wokudla okuziinkozo nomnikelo walo othululwayo ngokwenkqubo eqhelekileyo,+ netakane lebhokhwe elinye libe ngumnikelo wesono.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share