IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 4:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 okanye saziswa ngesono saso esisenzileyo nxamnye nomyalelo,+ ngoko simele sizise njengomnikelo waso itakane lebhokhwe eliliduna,+ eliphilileyo.

  • Numeri 28:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwakhona, kufanele kunikelwe netakane elinye+ lebhokhwe libe ngumnikelo wesono kuYehova ukongezelela kumnikelo otshiswayo othe rhoqo ndawonye nomnikelo wawo othululwayo.+

  • 2 Kronike 29:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Bazisa iinkunzi zeenkomo ezisixhenxe+ neenkunzi zeegusha ezisixhenxe neenkunzi zeemvana ezisixhenxe neenkunzi zeebhokhwe ezisixhenxe njengomnikelo wesono+ wobukumkani nangenxa yendawo engcwele nangenxa kaYuda. Ngoko wathi koonyana baka-Aron ababingeleli+ mabanikele ngazo phezu kwesibingelelo sikaYehova.

  • Ezra 6:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Banikela ngenxa yokuvulwa kwale ndlu kaThixo ngekhulu leenkunzi zeenkomo, amakhulu amabini eenkunzi zeegusha amakhulu amane eemvana, neshumi elinambini leenkunzi zeebhokwe zomnikelo wesono kaSirayeli wonke, ngokwenani lezizwe zakwaSirayeli.+

  • Ezra 8:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Abo babephuma ekubanjweni, abathinjwa bangaphambili,+ basondeza imibingelelo etshiswayo+ kuTHIXO kaSirayeli, ishumi elinesibini leenkunzi zeenkomo+ zakhe wonke uSirayeli, amashumi asithoba anesithandathu eenkunzi zeegusha,+ amashumi asixhenxe anesixhenxe eenkunzi zeemvana, ishumi elinesibini leenkunzi zeebhokhwe+ njengomnikelo otshiswayo, yonk’ into njengomnikelo otshiswayo kuYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share