IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 “Bamiselwe iiveki ezingamashumi asixhenxe abantu bakowenu+ nesixeko sakowenu esingcwele,+ zokuba kupheliswe ukunxaxha,+ ngokunjalo nesono sicinywe,+ sicanyagushelwe isiphoso,+ kubekho ubulungisa ukusa kwixesha elingenammiselo,+ kutywinwe+ umbono nomprofeti, neNgcwele yeeNgcwele ithanjiswe.+

  • Kolose 1:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 nokuba ngaye aphinde axolelanise+ kuye ngokwakhe zonke ezinye izinto+ ngokwenza uxolo+ ngegazi+ awaliphalaza kwisibonda sentuthumbo,+ kungakhathaliseki enoba zizinto ezisemhlabeni okanye izinto ezisemazulwini.

  • 1 Yohane 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yena ungumbingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu,+ kanti kungekhona ezethu+ kuphela kodwa kwanezehlabathi liphela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share