IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngako oko ukumkani waya eGibheyon+ esiya kubingelela, kuba leyo yayiyindawo ephakamileyo enkulu.+ USolomon wanikela imibingelelo etshiswayo eliwaka phezu kwesibingelelo.+

  • 1 Kumkani 8:63
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 63 USolomon wanikela umbingelelo wobudlelane+ ekwakufuneka awunikele kuYehova, amashumi amabini anesibini amawaka eenkomo nekhulu elinamashumi amabini amawaka ezimvu,+ ukuze ukumkani nabo bonke oonyana bakaSirayeli basungule+ indlu kaYehova.

  • 1 Kronike 29:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Labingelela imibingelelo+ kuYehova, iminikelo etshiswayo+ kuYehova imihla ilandelelana, amathole eenkomo aziinkunzi aliwaka, neenkunzi zeegusha eziliwaka, neenkunzi zeemvana eziliwaka neminikelo yazo ethululwayo,+ neminikelo emininzi ngenxa kaSirayeli wonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share