Eksodus 32:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wahlabela mgama uYehova wathi kuMoses: “Ndisikhangele esi sizwana, uyabona, sisizwana esintamo-lukhuni.+ Duteronomi 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yalusani ke ijwabi leentliziyo zenu+ ningabi sazenza zibe lukhuni iintamo zenu.+ 2 Kronike 36:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wavukela+ uKumkani uNebhukadenetsare, owayemfungise ngoThixo;+ waqhubeka eyenza lukhuni+ intamo yakhe wayenza lukhuni+ intliziyo yakhe kangangokuba akazange abuyele kuYehova uTHIXO kaSirayeli. Roma 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa ngokuphathelele uSirayeli uthi: “Imini yonke izandla zam ndizolulele kwisizwana esingathobeliyo+ nesiphendulana nam.”+
9 Wahlabela mgama uYehova wathi kuMoses: “Ndisikhangele esi sizwana, uyabona, sisizwana esintamo-lukhuni.+
13 Wavukela+ uKumkani uNebhukadenetsare, owayemfungise ngoThixo;+ waqhubeka eyenza lukhuni+ intamo yakhe wayenza lukhuni+ intliziyo yakhe kangangokuba akazange abuyele kuYehova uTHIXO kaSirayeli.
21 Kodwa ngokuphathelele uSirayeli uthi: “Imini yonke izandla zam ndizolulele kwisizwana esingathobeliyo+ nesiphendulana nam.”+