2 Kumkani 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Owu Yehova, ndiyakubongoza, khawuncede ukhumbule+ ukuba ndiye ndahamba+ ngenyaniso+ phambi kwakho nangentliziyo epheleleyo,+ yaye okulungileyo emehlweni akho ndikwenzile.”+ Yaye uHezekiya walila kakhulu.+ IMizekeliso 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Olungileyo uzuza inkoliseko kaYehova,+ kodwa umntu weengcinga ezingendawo umvakalisa engongendawo.+
3 “Owu Yehova, ndiyakubongoza, khawuncede ukhumbule+ ukuba ndiye ndahamba+ ngenyaniso+ phambi kwakho nangentliziyo epheleleyo,+ yaye okulungileyo emehlweni akho ndikwenzile.”+ Yaye uHezekiya walila kakhulu.+
2 Olungileyo uzuza inkoliseko kaYehova,+ kodwa umntu weengcinga ezingendawo umvakalisa engongendawo.+