Genesis 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke kaloku emva kwezi zinto uTHIXO oyinyaniso wamvavanya+ uAbraham. Ngako oko wathi kuye: “Abraham!” wathi yena: “Ndilapha!”+ Duteronomi 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 owakudlisa imana+ entlango, nto leyo babengayazi ooyihlo, ukuze akuthobe,+ akuvavanye, ukuba akwenzele okulungileyo kamva;+ INdumiso 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Mabuphele ububi babangendawo,+Uze ummisele lowo ulilungisa;+Yaye uThixo njengolilungisa+ uvavanya intliziyo+ nezintso.+
22 Ke kaloku emva kwezi zinto uTHIXO oyinyaniso wamvavanya+ uAbraham. Ngako oko wathi kuye: “Abraham!” wathi yena: “Ndilapha!”+
16 owakudlisa imana+ entlango, nto leyo babengayazi ooyihlo, ukuze akuthobe,+ akuvavanye, ukuba akwenzele okulungileyo kamva;+
9 Mabuphele ububi babangendawo,+Uze ummisele lowo ulilungisa;+Yaye uThixo njengolilungisa+ uvavanya intliziyo+ nezintso.+