Eksodus 16:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka engamashumi amane+, bada bafika ezweni elimiweyo.+ Bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan.+ Yohane 6:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ookhokho bethu badla imana+ entlango, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa, ‘Wabanika isonka esivela ezulwini ukuba batye.’”+ Yohane 6:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Ookhokho benu batya imana+ entlango ukanti bafa.
35 Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka engamashumi amane+, bada bafika ezweni elimiweyo.+ Bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan.+
31 Ookhokho bethu badla imana+ entlango, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa, ‘Wabanika isonka esivela ezulwini ukuba batye.’”+