IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 12:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kothi ke indawo+ athe wayinyula uYehova uThixo wenu ukuba alihlalise khona igama lakhe, kube lapho niya kuzisa khona izinto zonke endiniyalela ngazo, iminikelo yenu etshiswayo+ nemibingelelo yenu, izishumi+ zenu nomnikelo+ wesandla senu nohlobo lonke lweminikelo yenu yesibhambathiso+ eniya kubhambathisa ngayo kuYehova.

  • 2 Kumkani 21:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wakha izibingelelo endlwini kaYehova,+ leyo uYehova wayethe ngayo: “Ndiya kulibeka eYerusalem igama lam.”+

  • 2 Kronike 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kodwa ndiya kunyula iYerusalem+ ukuba igama lam libe lapho, yaye ndiya kunyula uDavide ukuba abe phezu kwabantu bam amaSirayeli.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share