IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 12:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 kodwa endaweni leyo aya kuyinyula uYehova uThixo wenu ezizweni zenu zonke ukuba alimise khona igama lakhe, ukuba lihlale khona, kulapho niya kumfuna khona, niye khona.+

  • 2 Samuweli 7:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yiyo ke eya kulakhela indlu igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyimisela ngokuqinileyo itrone yobukumkani bayo ukusa kwixesha elingenammiselo.+

  • 1 Kumkani 8:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 ukuze amehlo akho abe nokuvulekela+ kule ndlu ubusuku nemini, kule ndawo wathi ngayo, ‘Igama lam liya kuba lapho,’+ ukuze uphulaphule umthandazo athandaza ngawo umkhonzi wakho ngale ndawo.+

  • 1 Kumkani 9:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 UYehova wahlabela mgama wathi kuye: “Ndiwuvile umthandazo wakho+ nesicelo sakho sobabalo ocele ngaso ubabalo phambi kwam. Ndiyingcwalisile+ le ndlu uyakhileyo ngokubeka igama lam+ apho ukusa kwixesha elingenammiselo; kwaye ngokuqinisekileyo amehlo am+ nentliziyo yam aya kusoloko elapho.+

  • INdumiso 78:68
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 68 Kodwa wanyula isizwe sakwaYuda,+

      INtaba yeZiyon, awayithandayo.+

  • INdumiso 132:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba uYehova unyule iZiyon;+

      Uyilangazelele ukuba ibe yindawo yakhe yokuhlala:+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share