Yeremiya 29:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye ngokuqinisekileyo niya kundibiza nize nifike ukuze nithandaze kum, yaye ndiya kuniphulaphula.’+ Yeremiya 50:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Ngaloo mihla nangelo xesha,”+ utsho uYehova, “baya kuza oonyana bakaSirayeli, bona noonyana bakaYuda ndawonye.+ Baya kuhamba, belila ukuhamba kwabo,+ yaye baya kufuna uYehova uThixo wabo.+
12 Kwaye ngokuqinisekileyo niya kundibiza nize nifike ukuze nithandaze kum, yaye ndiya kuniphulaphula.’+
4 “Ngaloo mihla nangelo xesha,”+ utsho uYehova, “baya kuza oonyana bakaSirayeli, bona noonyana bakaYuda ndawonye.+ Baya kuhamba, belila ukuhamba kwabo,+ yaye baya kufuna uYehova uThixo wabo.+