2 Kronike 32:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 UHezekiya nguye owavingca+ umthombo ophezulu wamanzi+ aseGihon+ waza wawadlulisela ngqo entshona kwisiXeko sikaDavide,+ yaye uHezekiya waqhubeka ephumelela kuwo wonke umsebenzi wakhe.+
30 UHezekiya nguye owavingca+ umthombo ophezulu wamanzi+ aseGihon+ waza wawadlulisela ngqo entshona kwisiXeko sikaDavide,+ yaye uHezekiya waqhubeka ephumelela kuwo wonke umsebenzi wakhe.+