1 Kumkani 1:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye ukumkani wahlabela mgama wathi kubo: “Thabathani abakhonzi+ benkosi yenu, nize nikhwelise uSolomon unyana wam kwimazi yam+ yemeyile nimehlise aye eGihon.+ 1 Kumkani 1:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 UTsadoki umbingeleli noNatan umprofeti bamthambisa njengokumkani eGihon;+ emva koko baphuma apho benemihlali, kwaye idolophu iyaxokozela. Yiloo ngxolo niye nayiva.+
33 Yaye ukumkani wahlabela mgama wathi kubo: “Thabathani abakhonzi+ benkosi yenu, nize nikhwelise uSolomon unyana wam kwimazi yam+ yemeyile nimehlise aye eGihon.+
45 UTsadoki umbingeleli noNatan umprofeti bamthambisa njengokumkani eGihon;+ emva koko baphuma apho benemihlali, kwaye idolophu iyaxokozela. Yiloo ngxolo niye nayiva.+