Eksodus 12:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko nangoko uMoses wabiza onke amadoda amakhulu akwaSirayeli+ waza wathi kuwo: “Hambani niye kuzithabathela amathole ngokweentsapho zenu, nize nilixhele ixhoba lepasika.+ 1 Korinte 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Lisuseni igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha,+ kanye njengoko nikhululekile egweleni. Kuba, eneneni, uKristu+ ipasika+ yethu ubingelelwe.+
21 Ngoko nangoko uMoses wabiza onke amadoda amakhulu akwaSirayeli+ waza wathi kuwo: “Hambani niye kuzithabathela amathole ngokweentsapho zenu, nize nilixhele ixhoba lepasika.+
7 Lisuseni igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha,+ kanye njengoko nikhululekile egweleni. Kuba, eneneni, uKristu+ ipasika+ yethu ubingelelwe.+