Numeri 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ngoku oonyana bakaSirayeli bafanele balungiselele umbingelelo wepasika+ ngexesha lawo elimisiweyo.+ Yoshuwa 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Oonyana bakaSirayeli baqhubeka bemise inkampu eGiligali, benza ipasika ngosuku lweshumi elinesine lwenyanga,+ ngokuhlwa, kumathafa ayinkqantosi aseYeriko. 2 Kumkani 23:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke kaloku ukumkani wayalela bonke abantu, esithi: “Yenzani ipasika+ kuYehova uThixo wenu ngokuvisisana noko kubhalwe kule ncwadi yomnqophiso.”+ 2 Kronike 35:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye xhelani ixhoba lepasika+ nizingcwalise+ nilungiselele abazalwana benu ukuba benze ngokwelizwi likaYehova ngoMoses.”+ Ezra 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Njengoko ababingeleli nabaLevi babezihlambulule+ njengeqela elinye, bonke babehlambulukile, ngoko bazixhelela bona nabo bonke ababethinjiwe ngaphambili nabazalwana babo nababingeleli ixhoba lepasika.+ Luka 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wafika ke umhla wamaqebengwana angenagwele, lowo ngawo kumelwe kubingelelwe ixhoba lepasika;+
2 “Ngoku oonyana bakaSirayeli bafanele balungiselele umbingelelo wepasika+ ngexesha lawo elimisiweyo.+
10 Oonyana bakaSirayeli baqhubeka bemise inkampu eGiligali, benza ipasika ngosuku lweshumi elinesine lwenyanga,+ ngokuhlwa, kumathafa ayinkqantosi aseYeriko.
21 Ke kaloku ukumkani wayalela bonke abantu, esithi: “Yenzani ipasika+ kuYehova uThixo wenu ngokuvisisana noko kubhalwe kule ncwadi yomnqophiso.”+
6 Yaye xhelani ixhoba lepasika+ nizingcwalise+ nilungiselele abazalwana benu ukuba benze ngokwelizwi likaYehova ngoMoses.”+
20 Njengoko ababingeleli nabaLevi babezihlambulule+ njengeqela elinye, bonke babehlambulukile, ngoko bazixhelela bona nabo bonke ababethinjiwe ngaphambili nabazalwana babo nababingeleli ixhoba lepasika.+