2 Kronike 29:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wathi kubo: “Ndiphulaphuleni, baLevi. Ke zingcwaliseni+ nize ningcwalise indlu kaYehova uThixo wookhokho benu, nikhuphe into engasulungekanga endaweni engcwele.+ Ezra 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Njengoko ababingeleli nabaLevi babezihlambulule+ njengeqela elinye, bonke babehlambulukile, ngoko bazixhelela bona nabo bonke ababethinjiwe ngaphambili nabazalwana babo nababingeleli ixhoba lepasika.+
5 Wathi kubo: “Ndiphulaphuleni, baLevi. Ke zingcwaliseni+ nize ningcwalise indlu kaYehova uThixo wookhokho benu, nikhuphe into engasulungekanga endaweni engcwele.+
20 Njengoko ababingeleli nabaLevi babezihlambulule+ njengeqela elinye, bonke babehlambulukile, ngoko bazixhelela bona nabo bonke ababethinjiwe ngaphambili nabazalwana babo nababingeleli ixhoba lepasika.+