2 Kumkani 23:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba akukho pasika enjengale eyakha yenziwa ukususela kwimihla yabagwebi ababegweba kwaSirayeli,+ nangemihla yonke yookumkani bakwaSirayeli nookumkani bakwaYuda.+
22 Kuba akukho pasika enjengale eyakha yenziwa ukususela kwimihla yabagwebi ababegweba kwaSirayeli,+ nangemihla yonke yookumkani bakwaSirayeli nookumkani bakwaYuda.+