Yeremiya 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ziphatheni ngokuqonda, yaye bizani abafazi abenza isimbonono,+ ukuze beze; thumelani nakubafazi abangamachule, ukuze beze,+ Yeremiya 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa liveni, nina bafazi, ilizwi likaYehova, yaye ngamana indlebe yenu ingalithabatha ilizwi lomlomo wakhe. Ngoko fundisani iintombi zenu ukwenza isijwili,+ nomfazi ngamnye iqabane lakhe alifundise ukwenza isimbonono.+
17 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ziphatheni ngokuqonda, yaye bizani abafazi abenza isimbonono,+ ukuze beze; thumelani nakubafazi abangamachule, ukuze beze,+
20 Kodwa liveni, nina bafazi, ilizwi likaYehova, yaye ngamana indlebe yenu ingalithabatha ilizwi lomlomo wakhe. Ngoko fundisani iintombi zenu ukwenza isijwili,+ nomfazi ngamnye iqabane lakhe alifundise ukwenza isimbonono.+