1 Kronike 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bona oonyana bakaYosiya yayilizibulo uYohanan, owesibini, yayinguYehoyakim,+ owesithathu, yayinguZedekiya,+ owesine, yayinguShalum. Yeremiya 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye lafika nangemihla kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwada kwaba sekupheleni konyaka weshumi elinanye kaZedekiya+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwada kwaba sekuthinjweni kweYerusalem ngenyanga yesihlanu.+ Yeremiya 22:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uya kungcwatywa ngokungcwatywa kwenkunzi ye-esile,+ ngokurhuqwa nokulahlwa, ngaphandle kwamasango aseYerusalem.’+
15 Bona oonyana bakaYosiya yayilizibulo uYohanan, owesibini, yayinguYehoyakim,+ owesithathu, yayinguZedekiya,+ owesine, yayinguShalum.
3 Yaye lafika nangemihla kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwada kwaba sekupheleni konyaka weshumi elinanye kaZedekiya+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwada kwaba sekuthinjweni kweYerusalem ngenyanga yesihlanu.+
19 Uya kungcwatywa ngokungcwatywa kwenkunzi ye-esile,+ ngokurhuqwa nokulahlwa, ngaphandle kwamasango aseYerusalem.’+