Yeremiya 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 emva kokuphuma kukaYekoniya+ ukumkani nenenekazi+ namagosa enkundla, iinkosana zakwaYuda neYerusalem,+ neengcibi nabakhi+ beendonga zokukhusela eYerusalem. Hezekile 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngomhla wesihlanu enyangeni leyo, oko kukuthi, ngonyaka wesihlanu wokuthinjwa kukaKumkani uYehoyakin,+ Hezekile 19:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ekugqibeleni zalifaka endlwaneni ngamagwegwe zaza zalizisa kukumkani waseBhabhiloni.+ Zalizisa ngeminatha yokuzingela, ukuze ilizwi lalo lingabi savakala kwakhona ezintabeni zakwaSirayeli.+
2 emva kokuphuma kukaYekoniya+ ukumkani nenenekazi+ namagosa enkundla, iinkosana zakwaYuda neYerusalem,+ neengcibi nabakhi+ beendonga zokukhusela eYerusalem.
2 Ngomhla wesihlanu enyangeni leyo, oko kukuthi, ngonyaka wesihlanu wokuthinjwa kukaKumkani uYehoyakin,+
9 Ekugqibeleni zalifaka endlwaneni ngamagwegwe zaza zalizisa kukumkani waseBhabhiloni.+ Zalizisa ngeminatha yokuzingela, ukuze ilizwi lalo lingabi savakala kwakhona ezintabeni zakwaSirayeli.+