2 Kumkani 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UYehoyakin+ wayeneminyaka elishumi elinesibhozo ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iinyanga ezintathu eYerusalem.+ Igama likanina lalinguNehushta intombi kaElnatan waseYerusalem. 2 Kronike 36:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehoyakin+ wayeneminyaka elishumi elinesibhozo ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iinyanga ezintathu+ neentsuku ezilishumi eYerusalem; waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.+ Yeremiya 22:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “‘Ndiphila nje,’ utsho uYehova, ‘kwanokuba uKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ ukumkani wakwaYuda, ebengumsesane wokutywina+ esandleni sam sasekunene, bendiya kukuncothula!+ Yeremiya 27:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ezo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wayengazithabathanga ekuthabatheleni kwakhe uYekoniya+ unyana kaYehoyakim, ukumkani wakwaYuda, ekuthinjweni eYerusalem wamsa eBhabhiloni, kunye nezidwangube zonke zakwaYuda naseYerusalem;+ Yeremiya 28:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “‘NoYekoniya+ unyana kaYehoyakim,+ ukumkani wakwaYuda, nabo bonke abathinjwa bakwaYuda abaye eBhabhiloni+ ndibabuyisela kule ndawo,’ utsho uYehova, ‘kuba ndiya kuyaphula idyokhwe+ yokumkani waseBhabhiloni.’”
8 UYehoyakin+ wayeneminyaka elishumi elinesibhozo ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iinyanga ezintathu eYerusalem.+ Igama likanina lalinguNehushta intombi kaElnatan waseYerusalem.
9 UYehoyakin+ wayeneminyaka elishumi elinesibhozo ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iinyanga ezintathu+ neentsuku ezilishumi eYerusalem; waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.+
24 “‘Ndiphila nje,’ utsho uYehova, ‘kwanokuba uKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ ukumkani wakwaYuda, ebengumsesane wokutywina+ esandleni sam sasekunene, bendiya kukuncothula!+
20 ezo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wayengazithabathanga ekuthabatheleni kwakhe uYekoniya+ unyana kaYehoyakim, ukumkani wakwaYuda, ekuthinjweni eYerusalem wamsa eBhabhiloni, kunye nezidwangube zonke zakwaYuda naseYerusalem;+
4 “‘NoYekoniya+ unyana kaYehoyakim,+ ukumkani wakwaYuda, nabo bonke abathinjwa bakwaYuda abaye eBhabhiloni+ ndibabuyisela kule ndawo,’ utsho uYehova, ‘kuba ndiya kuyaphula idyokhwe+ yokumkani waseBhabhiloni.’”