IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 24:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ekuhambeni kwethuba uYehoyakin ukumkani wakwaYuda waphuma waya kukumkani waseBhabhiloni,+ yena nonina+ nabakhonzi bakhe neenkosana zakhe namagosa akhe enkundla; kwaye ukumkani waseBhabhiloni wamthabatha ngonyaka wesibhozo+ wokuba ngukumkani kwakhe.

  • 2 Kronike 36:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+

  • Yeremiya 24:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 UYehova wandibonisa, khangela! iingobozi ezimbini zamakhiwane zibekwe phambi kwetempile kaYehova, emva kokuba uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wayemthabathele ekuthinjweni uYekoniya+ unyana kaYehoyakim,+ ukumkani wakwaYuda, neenkosana zakwaYuda neengcibi+ nabakhi beendonga zokukhusela, ebasusa eYerusalem ukuze abase eBhabhiloni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share