2 Kumkani 25:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela+ wababulala eRibhela kwilizwe laseHamati.+ Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+ INdumiso 137:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 137 Ngasemilanjeni yaseBhabhiloni+—sahlala phantsi apho.+Salila sakuyikhumbula iZiyon.+
21 Ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela+ wababulala eRibhela kwilizwe laseHamati.+ Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+