25 ‘“Kuba mna, Yehova, ndiya kuthetha elo lizwi ndiya kulithetha, yaye liya kwenzeka.+ Akuyi kubekelwa elinye ixesha kwakhona,+ kuba ngemihla yenu,+ ndlundini inemvukelo, ndiya kuthetha ilizwi ndize ngokuqinisekileyo ndilenze,” itsho iNkosi enguMongami uYehova.’”