INdumiso 75:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba nguThixo umgwebi.+Uyamthoba lo, amphakamise lowa.+ Daniyeli 2:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Wena, kumkani, kumkani wookumkani, wena onikwe nguTHIXO wezulu ubukumkani,+ ukomelela, namandla nesidima, Daniyeli 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+ Daniyeli 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wena ke, kumkani, Oyena Thixo Uphakamileyo+ wanika uNebhukadenetsare uyihlo+ ubukumkani nobukhulu nesidima nobungangamsha.+
37 Wena, kumkani, kumkani wookumkani, wena onikwe nguTHIXO wezulu ubukumkani,+ ukomelela, namandla nesidima,
35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+
18 Wena ke, kumkani, Oyena Thixo Uphakamileyo+ wanika uNebhukadenetsare uyihlo+ ubukumkani nobukhulu nesidima nobungangamsha.+