IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 28:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Ndiza kubeka idyokhwe yentsimbi entanyeni yezi ntlanga zonke, ukuba zikhonze uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni;+ kwaye zimele zimkhonze.+ Namarhamncwa asendle ndiza kuwanikela kuye.”’”+

  • Daniyeli 5:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Wena ke, kumkani, Oyena Thixo Uphakamileyo+ wanika uNebhukadenetsare uyihlo+ ubukumkani nobukhulu nesidima nobungangamsha.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share