Genesis 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wabonakala ke ngoko uYehova kuAbram waza wathi: “Imbewu yakho+ ndiya kuyinika eli lizwe.”+ Emva koko wamakhela khona isibingelelo uYehova, owayebonakele kuye. Yoshuwa 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “UMoses umkhonzi wam ufile;+ yaye ngoku sukuma, uwele iYordan le, wena naso sonke esi sizwana, niye kwilizwe endibanika lona oonyana bakaSirayeli.+ 1 Kumkani 8:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 ukuze bakoyike+ yonke imihla yokuphila kwabo phezu komhlaba owawunika ookhokho bethu.+
7 Wabonakala ke ngoko uYehova kuAbram waza wathi: “Imbewu yakho+ ndiya kuyinika eli lizwe.”+ Emva koko wamakhela khona isibingelelo uYehova, owayebonakele kuye.
2 “UMoses umkhonzi wam ufile;+ yaye ngoku sukuma, uwele iYordan le, wena naso sonke esi sizwana, niye kwilizwe endibanika lona oonyana bakaSirayeli.+