Numeri 34:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye umda lowo umele ujike eAzemon uye entlanjeni yaseYiputa,+ uze uphelele eLwandle.+ 2 Kumkani 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukumkani waseYiputa akazange+ aphume kwakhona kwilizwe lakhe,+ kuba ukumkani waseBhabhiloni wayekuthabathe konke oko kwakukokukakumkani waseYiputa+ ukususela kwintlambo+ yaseYiputa ukuya kufikelela kuMlambo umEfrate.+ Isaya 27:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuya kuthi ke ngaloo mini uYehova asivuthulule isiqhamo,+ ukususela kumsinga oqukuqelayo woMlambo+ kuse entlanjeni yaseYiputa,+ nicholwa-cholwe ngamnye ngamnye,+ nina bonyana bakaSirayeli.
7 Ukumkani waseYiputa akazange+ aphume kwakhona kwilizwe lakhe,+ kuba ukumkani waseBhabhiloni wayekuthabathe konke oko kwakukokukakumkani waseYiputa+ ukususela kwintlambo+ yaseYiputa ukuya kufikelela kuMlambo umEfrate.+
12 Kuya kuthi ke ngaloo mini uYehova asivuthulule isiqhamo,+ ukususela kumsinga oqukuqelayo woMlambo+ kuse entlanjeni yaseYiputa,+ nicholwa-cholwe ngamnye ngamnye,+ nina bonyana bakaSirayeli.