Genesis 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Walityhutyha ke uAbram ilizwe elo wada waya kufikelela kwindawo yakwaShekem,+ kufuphi nemithi emikhulu kaMore;+ yaye ngelo xesha kwakukho amaKanan kwelo lizwe. Yoshuwa 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda. Yoshuwa 24:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kwaye uYoshuwa wadibanisa ndawonye zonke izizwe zakwaSirayeli eShekem+ waza wabiza amadoda amakhulu akwaSirayeli+ neentloko zakhe nabagwebi bakhe namagosa akhe, baza bazimisa phambi koTHIXO oyinyaniso.+ ABagwebi 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ekuhambeni kwexesha uAbhimeleki+ unyana kaYerubhahali waya kwaShekem+ kubantakwabo nina waza wathetha kubo nakuyo yonke intsapho yendlu kayise kanina, esithi:
6 Walityhutyha ke uAbram ilizwe elo wada waya kufikelela kwindawo yakwaShekem,+ kufuphi nemithi emikhulu kaMore;+ yaye ngelo xesha kwakukho amaKanan kwelo lizwe.
7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda.
24 Kwaye uYoshuwa wadibanisa ndawonye zonke izizwe zakwaSirayeli eShekem+ waza wabiza amadoda amakhulu akwaSirayeli+ neentloko zakhe nabagwebi bakhe namagosa akhe, baza bazimisa phambi koTHIXO oyinyaniso.+
9 Ekuhambeni kwexesha uAbhimeleki+ unyana kaYerubhahali waya kwaShekem+ kubantakwabo nina waza wathetha kubo nakuyo yonke intsapho yendlu kayise kanina, esithi: