1 Kronike 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wathi uDavide ukumkani kulo lonke ibandla:+ “USolomon unyana wam, onyuliweyo nguThixo,+ uselula+ yaye ubuthathaka, kodwa umsebenzi mkhulu; kuba inqaba le asiyamntu,+ kodwa yekaYehova uThixo. INdumiso 68:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngenxa yetempile yakho eYerusalem,+Ookumkani baya kukuzisela izipho.+
29 Wathi uDavide ukumkani kulo lonke ibandla:+ “USolomon unyana wam, onyuliweyo nguThixo,+ uselula+ yaye ubuthathaka, kodwa umsebenzi mkhulu; kuba inqaba le asiyamntu,+ kodwa yekaYehova uThixo.