IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Nesibane sikaThixo sasingekacinywa, yaye uSamuweli wayelele etempileni+ kaYehova, apho kwakukho khona ityeya kaThixo.

  • 1 Kumkani 6:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kwathi ngonyaka wamakhulu amane anamashumi asibhozo emva kokuba oonyana bakaSirayeli bephumile kwilizwe laseYiputa,+ kunyaka wesine,+ ngenyanga kaZivi,+ oko kukuthi, inyanga yesibini,+ emva kokuba uSolomon ebe ngukumkani kwaSirayeli, wamakhela uYehova indlu.+

  • 1 Kronike 16:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngoko bayingenisa ityeya yoTHIXO oyinyaniso+ baza bayibeka ngaphakathi ententeni uDavide awayeyimisele yona;+ baza basondeza amadini anyukayo nemibingelelo yobudlelane phambi koTHIXO oyinyaniso.+

  • Ezra 5:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Izitya zegolide nezesilivere+ zendlu kaThixo ezo uNebhukadenetsare wazithabathayo etempileni, leyo yayiseYerusalem, waza wazizisa etempileni yaseBhabhiloni,+ ezi uKoreshi ukumkani+ wazikhupha etempileni yaseBhabhiloni, yaye zanikelwa kuSheshbhatsare,+ igama lalowo wamenza irhuluneli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share