1 Kumkani 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Noko ke, waliyeka icebo awayemcibise lona amadoda amakhulu, waza wafuna icebo kubafana awayekhule nabo,+ abo babemnyamekela.+
8 Noko ke, waliyeka icebo awayemcibise lona amadoda amakhulu, waza wafuna icebo kubafana awayekhule nabo,+ abo babemnyamekela.+