Eksodus 23:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Uze ungaqubudi koothixo babo, ungabakhonzi, yaye ungenzi nantoni na ngokwemisebenzi yabo,+ kodwa uze ubadilize, uzidilize neentsika zabo ezingcwele.+ Numeri 33:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Yaye nimele nibagxothe bonke abemi belo lizwe phambi kwenu nize niyitshabalalise yonke imifanekiso yabo yamatye,+ nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo+ niyitshabalalise, nazo zonke iindawo zabo eziphakamileyo ezingcwele nize nizitshabalalise.+ 2 Kumkani 23:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wazaphula+ zaziingceba iintsika ezingcwele, wazigawula nezibonda ezingcwele waza iindawo zazo wazizalisa ngamathambo abantu.
24 Uze ungaqubudi koothixo babo, ungabakhonzi, yaye ungenzi nantoni na ngokwemisebenzi yabo,+ kodwa uze ubadilize, uzidilize neentsika zabo ezingcwele.+
52 Yaye nimele nibagxothe bonke abemi belo lizwe phambi kwenu nize niyitshabalalise yonke imifanekiso yabo yamatye,+ nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo+ niyitshabalalise, nazo zonke iindawo zabo eziphakamileyo ezingcwele nize nizitshabalalise.+
14 Wazaphula+ zaziingceba iintsika ezingcwele, wazigawula nezibonda ezingcwele waza iindawo zazo wazizalisa ngamathambo abantu.