IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Uze ungaqubudi kuzo okanye uqhutyelwe ekuzikhonzeni,+ kuba mna Yehova Thixo wakho ndinguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo,+ ndizisa isohlwayo ngesiphoso sooyise phezu koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana, sabandithiyileyo;+

  • Levitikus 18:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Nize ningenzi ngokokwenza kwelizwe laseYiputa, enanihlala kulo;+ yaye ningenzi ngokokwenza kwelizwe lakwaKanan, endinisa kulo;+ ningahambi ngokwemimiselo yawo.

  • Duteronomi 12:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Uze uzilumkele ukuba ungabambiseki uzilandele,+ emva kokubhujiswa kwazo phambi kwakho, yaye ungabuzisi ngoothixo bazo, uthi, ‘Zazibakhonza njani na ezi ntlanga oothixo bazo? Ndiya kwenjenjalo nam.’

  • 2 Kronike 33:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wenza okubi emehlweni kaYehova,+ ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share