INdumiso 68:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Nanko uBhenjamin omncinane ezoyisa,+Iinkosana zakwaYuda nesihlwele sazo esikhwazayo,Iinkosana zakwaZebhulon, neenkosana zakwaNafetali.+ Isaya 60:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Omncinane uya kuba liwaka, nophantsi abe luhlanga olunamandla.+ Mna, Yehova, ndiya kukukhawulezisa oko ngexesha lako.”+
27 Nanko uBhenjamin omncinane ezoyisa,+Iinkosana zakwaYuda nesihlwele sazo esikhwazayo,Iinkosana zakwaZebhulon, neenkosana zakwaNafetali.+
22 Omncinane uya kuba liwaka, nophantsi abe luhlanga olunamandla.+ Mna, Yehova, ndiya kukukhawulezisa oko ngexesha lako.”+