Isaya 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 abo bathi: “Mawungxame umsebenzi wakhe; mawuze ngokukhawuleza, ukuze siwubone; necebo laLowo Ungcwele kaSirayeli malisondele lize lifike, ukuze silazi!”+ Habhakuki 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba umbono usengowexesha elimisiweyo,+ yaye uqhubeka ukhawulezela ekupheleni, ibe awuyi kuxoka. Kwanokuba unokulibala, hlala uwulindile; kuba uya kuba yinyaniso nakanjani na.+ Awuyi kufika emva kwexesha.
19 abo bathi: “Mawungxame umsebenzi wakhe; mawuze ngokukhawuleza, ukuze siwubone; necebo laLowo Ungcwele kaSirayeli malisondele lize lifike, ukuze silazi!”+
3 Kuba umbono usengowexesha elimisiweyo,+ yaye uqhubeka ukhawulezela ekupheleni, ibe awuyi kuxoka. Kwanokuba unokulibala, hlala uwulindile; kuba uya kuba yinyaniso nakanjani na.+ Awuyi kufika emva kwexesha.