2 Kronike 20:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko uYehoshafati nabantu bakhe beza kuphanga amaxhoba+ kubo, baza bafumana kubo iimpahla nezinxibo ezininzi nempahla enqwenelekayo; babahluba de abakwazi ukuzithwala.+ Kwathabatha iintsuku ezintathu ukuphanga amaxhoba, kuba ayemaninzi kakhulu. INdumiso 68:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwanookumkani bemikhosi bayasaba, bayasaba.+Ke yena lowo uhlala ekhaya, ufumana isabelo sexhoba.+
25 Ngoko uYehoshafati nabantu bakhe beza kuphanga amaxhoba+ kubo, baza bafumana kubo iimpahla nezinxibo ezininzi nempahla enqwenelekayo; babahluba de abakwazi ukuzithwala.+ Kwathabatha iintsuku ezintathu ukuphanga amaxhoba, kuba ayemaninzi kakhulu.