-
2 Kumkani 23:3INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
3 Yaye ukumkani waqhubeka emi ecaleni kwentsika+ waza wenza umnqophiso+phambi koYehova, wokulandela+ uYehova nokugcina imiyalelo yakhe+ nezingqino+ zakhe nemimiselo yakhe+ ngentliziyo yonke+ nangomphefumlo wonke+ ngokuphumeza amazwi alo mnqophiso awayebhalwe kule ncwadi.+ Ngako oko bonke abantu bema emnqophisweni.+
-
-
Nehemiya 10:29INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
29 babebambelele kubazalwana babo,+ kwiingangamsha zabo,+ bengena kwisiqalekiso+ nakwisifungo,+ ukuba bahambe emthethweni woTHIXO oyinyaniso, ababewunikwe ngesandla sikaMoses umkhonzi kaTHIXO oyinyaniso,+ nokuba bagcine+ baze benze yonke imiyalelo kaYehova iNkosi yethu+ nezigwebo zakhe nemimiselo yakhe;+
-