Yoshuwa 18:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 neMizpe+ neKefira+ neMotsa, ABagwebi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+ 1 Samuweli 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wandula ke uSamuweli wathi: “Waqokeleleni ndawonye eMizpa+ onke amaSirayeli,+ ukuze ndinithandazele+ kuYehova.” Yeremiya 40:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngako oko uYeremiya wafika kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam eMizpa+ waza wahlala naye phakathi kwabantu ababeshiywe elizweni.
20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+
5 Wandula ke uSamuweli wathi: “Waqokeleleni ndawonye eMizpa+ onke amaSirayeli,+ ukuze ndinithandazele+ kuYehova.”
6 Ngako oko uYeremiya wafika kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam eMizpa+ waza wahlala naye phakathi kwabantu ababeshiywe elizweni.