2 Kronike 35:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UYeremiya+ wamenzela isimbonono+ uYosiya; nazo zonke iimvumi neemvumikazi+ zaqhubeka zithetha ngoYosiya kwizimbonono zazo kude kube namhla; bazenza ummiselo kwaSirayeli, yaye zibhalwe phakathi kwezimbonono.+ Nehemiya 7:67 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 67 ngaphandle kwamakhoboka+ abo namakhobokazana abo, aba bengamawaka asixhenxe anamakhulu mathathu anesixhenxe;+ kwaye babeneemvumi+ neemvumikazi+ ezingamakhulu amabini anamashumi mane anesihlanu. [ INdumiso 68:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Iimvumi zihamba phambili, emva kwazo ingabadlali bomrhubhe;+Phakathi iziintombi ezibetha iintambula.+
25 UYeremiya+ wamenzela isimbonono+ uYosiya; nazo zonke iimvumi neemvumikazi+ zaqhubeka zithetha ngoYosiya kwizimbonono zazo kude kube namhla; bazenza ummiselo kwaSirayeli, yaye zibhalwe phakathi kwezimbonono.+
67 ngaphandle kwamakhoboka+ abo namakhobokazana abo, aba bengamawaka asixhenxe anamakhulu mathathu anesixhenxe;+ kwaye babeneemvumi+ neemvumikazi+ ezingamakhulu amabini anamashumi mane anesihlanu. [
25 Iimvumi zihamba phambili, emva kwazo ingabadlali bomrhubhe;+Phakathi iziintombi ezibetha iintambula.+