IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 15:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wawaphendula uMiriyam amadoda wathi:+

      “Mvumeleni uYehova,+ kuba uphakame kakhulu.+

      Ihashe nomkhweli walo uliphose elwandle.”+

  • 1 Samuweli 18:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kwathi ke ekungeneni kwabo, ekubuyeni kukaDavide ekuwaxabeleni amaFilisti, abafazi baphuma kuzo zonke izixeko zakwaSirayeli bevuma ingoma+ yaye bengqungqa ukuza kuhlangabeza uSawule ukumkani, ngeentambula,+ ngemihlali+ nangezigingci.

  • 2 Samuweli 19:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Namhlanje ndineminyaka engamashumi asibhozo ubudala.+ Ndinako na ukuqonda phakathi kokulungileyo nokubi, okanye unako na umkhonzi wakho ukungcamla oko ndikudlileyo noko ndikuseleyo,+ okanye ndisenako na ukuphulaphula+ ilizwi leemvumi neemvumikazi?+ Ngoko kutheni na umkhonzi wakho efanele abe luxanduva+ kwakhona kwinkosi yam ukumkani?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share