Duteronomi 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+ Nehemiya 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Aba ngoonyana bamaphondo+ abaphuma ekubanjweni kwabantu abathinjiweyo+ abo uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni wayebathabathele ekuthinjweni+ nabo kamva babuyela eYerusalem nakwaYuda, ngamnye kwisixeko sakhe;+ Zefaniya 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umele ube ngummandla wabaseleyo bendlu kaYuda.+ Baya kudla kuwo. Kwizindlu zaseAshkelon, ngokuhlwa, baya kubutha khona. Kuba uYehova uThixo wabo uya kuphethulela ingqalelo yakhe kubo+ aze ngokuqinisekileyo abuyise abathinjiweyo babo.”+
3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+
6 Aba ngoonyana bamaphondo+ abaphuma ekubanjweni kwabantu abathinjiweyo+ abo uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni wayebathabathele ekuthinjweni+ nabo kamva babuyela eYerusalem nakwaYuda, ngamnye kwisixeko sakhe;+
7 Umele ube ngummandla wabaseleyo bendlu kaYuda.+ Baya kudla kuwo. Kwizindlu zaseAshkelon, ngokuhlwa, baya kubutha khona. Kuba uYehova uThixo wabo uya kuphethulela ingqalelo yakhe kubo+ aze ngokuqinisekileyo abuyise abathinjiweyo babo.”+