1 Kronike 6:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ke umtakwabo uAsafu,+ owayenyamekela ngasekunene kwakhe, uAsafu wayengunyana kaBherekiya,+ unyana kaShimeya, 1 Kronike 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngokubhekele phaya uDavide neentloko+ zamaqela abakhonzi+ bahlulela inkonzo abanye boonyana baka-Asafu, uHeman+ noYedutun+ ababeprofeta ngeehadi,+ ngemirhubhe+ nangamacangci.+ Yaye kwinani lawo kwavela amadoda asemthethweni okuphumeza inkonzo. 2 Kronike 35:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Iimvumi+ oonyana baka-Asafu+ babekwizigxina zabo ngokomyalelo kaDavide+ noka-Asafu+ noHeman+ noYedutun+ imboni+ kakumkani; nabagcini-masango+ bekumasango awahlukeneyo.+ Kwakungekho mfuneko yokuba baphambuke kwinkonzo yabo, ngenxa yokuba abazalwana babo abaLevi babebalungiselela.+
39 Ke umtakwabo uAsafu,+ owayenyamekela ngasekunene kwakhe, uAsafu wayengunyana kaBherekiya,+ unyana kaShimeya,
25 Ngokubhekele phaya uDavide neentloko+ zamaqela abakhonzi+ bahlulela inkonzo abanye boonyana baka-Asafu, uHeman+ noYedutun+ ababeprofeta ngeehadi,+ ngemirhubhe+ nangamacangci.+ Yaye kwinani lawo kwavela amadoda asemthethweni okuphumeza inkonzo.
15 Iimvumi+ oonyana baka-Asafu+ babekwizigxina zabo ngokomyalelo kaDavide+ noka-Asafu+ noHeman+ noYedutun+ imboni+ kakumkani; nabagcini-masango+ bekumasango awahlukeneyo.+ Kwakungekho mfuneko yokuba baphambuke kwinkonzo yabo, ngenxa yokuba abazalwana babo abaLevi babebalungiselela.+