IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 23:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UYahati waba yintloko, waza uZiza waba ngowesibini. Ke yena uYewushe noBheriya, babengenanyana baninzi; ngoko baba ngabodidi olusemthethweni endlwini yooyise.+

  • 1 Kronike 24:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kodwa bona oonyana bakaEleyazare bafunyanwa benamadoda aziintloko amaninzi kakhulu kunoonyana bakaItamare. Ngoko ke babelwa koonyana bakaEleyazare, njengeentloko zezindlu zooyise, zilishumi elinesithandathu, bona oonyana bakaItamare, njengeentloko zezindlu zooyise, zisibhozo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share