1 Ngonyaka wesibini kaDariyo ukumkani,+ ngenyanga yesithandathu, ngomhla wokuqala enyangeni, lafika ilizwi likaYehova ngoHagayi+ umprofeti lisiza kuZerubhabheli+ unyana kaShelatiyeli,+ irhuluneli yakwaYuda,+ nakuYoshuwa+ unyana kaYehotsadaki+ umbingeleli omkhulu, lisithi: