2 Kronike 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Emva koko bathumela ubizo kulo lonke elakwaYuda naseYerusalem ukuba kuziswe kuYehova irhafu engcwele+ ngokomyalelo kaMoses+ umkhonzi kaTHIXO oyinyaniso phezu koSirayeli entlango. 2 Kronike 30:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko bagqiba ukuba badlulise ubizo+ kuwo onke amaSirayeli, ukususela eBher-shebha+ ukusa kwaDan,+ ukuba aze kwenza ipasika kuYehova uTHIXO kaSirayeli eYerusalem; kuba ayengayenzanga+ emaninzi njengoko kubhaliweyo.+
9 Emva koko bathumela ubizo kulo lonke elakwaYuda naseYerusalem ukuba kuziswe kuYehova irhafu engcwele+ ngokomyalelo kaMoses+ umkhonzi kaTHIXO oyinyaniso phezu koSirayeli entlango.
5 Ngoko bagqiba ukuba badlulise ubizo+ kuwo onke amaSirayeli, ukususela eBher-shebha+ ukusa kwaDan,+ ukuba aze kwenza ipasika kuYehova uTHIXO kaSirayeli eYerusalem; kuba ayengayenzanga+ emaninzi njengoko kubhaliweyo.+