Ezra 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Amadoda amakhulu+ amaYuda ayesakha+ esenza nenkqubela ngokokuprofeta kukaHagayi+ umprofeti noZekariya+ umzukulwana kaIdo,+ yaye ayakha aza ayigqiba ngokomyalelo kaTHIXO kaSirayeli+ nangokomyalelo kaKoreshi+ noDariyo+ noArtashashta+ ukumkani wasePersi. Nehemiya 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngenyanga enguNisan,+ ngonyaka wamashumi amabini+ ka-Artashashta+ ukumkani, kwakukho iwayini phambi kwakhe, kwaye mna njengesiqhelo ndathabatha iwayini ndayinika ukumkani.+ Kodwa ndandingazange ndikhe ndidakumbe phambi kwakhe.+
14 Amadoda amakhulu+ amaYuda ayesakha+ esenza nenkqubela ngokokuprofeta kukaHagayi+ umprofeti noZekariya+ umzukulwana kaIdo,+ yaye ayakha aza ayigqiba ngokomyalelo kaTHIXO kaSirayeli+ nangokomyalelo kaKoreshi+ noDariyo+ noArtashashta+ ukumkani wasePersi.
2 Ngenyanga enguNisan,+ ngonyaka wamashumi amabini+ ka-Artashashta+ ukumkani, kwakukho iwayini phambi kwakhe, kwaye mna njengesiqhelo ndathabatha iwayini ndayinika ukumkani.+ Kodwa ndandingazange ndikhe ndidakumbe phambi kwakhe.+